No Cover
Book
Iphupha likaGraƧa
Description
Kwakulilixa kanye apho uGraƧa wayeza kuzalwa kwilali encinane yaseMozambique. Ngoko ilizwe lalihlupheka kwaye ngelo xesha nabantu babengekazilawuli ngokwabo. Abantwana babengenazikolo zifanelekileyo kwaye uninzi lwabo lwalungakwazi ukufunda. Umama kaGraƧa wayenephupha lokunika [ā¦]